Leviticus 14:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nendlu leyo uya kwenza ukuba bayiṙwele pakati ngento engqongayo, notuli baluṙwelileyo bolugalela ngapandle kwesixeko, endaweni enco̔lileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ayiphale indlu ngaphakathi ngeenxa zonke, bawuphose umhlaba abawuphalileyo ngaphandle komzi endaweni eyinqambi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Woyicamagushela indlu ngaphakathi macala onke, aluphose uthuli lwalo ngaphandle kwesixeko endaweni engahlambulukanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
emva koko athi makuxotyulwe udaka eludongeni lwangaphakathi, luye kulahlwa ngaphandle kwelali kwindawo yenkunkuma.