Leviticus 14:44 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
woza umperisite akangele: ukuba kekaloku sesitwabulukile isibulawa endlwini, sisilepero esidlayo kulondlu; inco̔lile yona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wongena umbingeleli, akhangele, O! siqhenqethile isibetho endlwini: liqhenqa elimandundu endlwini, iyinqambi ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
wongena umbingeleli, akhangele, O! ayicocekanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kufuneka aye kuyihlola kwakhona umbingeleli. Ukuba ukungunda kuye kwanwenwa, loo ndlu inomlaza.