Leviticus 14:47 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nolele pantsi kulondlu yena uya kuhlanza izivato zake; nalowo utyayo kulondlu, wohlanza izivato zake naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo ulele kuloo ndlu, wozihlamba iingubo zakhe; nalowo udlele kuloo ndlu, wozihlamba iingubo zakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ulele kuloo ndlu, wozihlamba iingubo zakhe; nalowo udlele kuloo ndlu, wozihlamba iingubo zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu othe walala kuyo, okanye watyela apho kuyo, kufuneka ahlambe impahla yakhe.