Leviticus 15:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nosukuba ecukumisa enye into ebingapantsi kwake, woba enco̔lile kude kuhlwe; nalowo otwele ezo zinto, uya kuhlanza izivato zake, ahlambe emanzini, abe enco̔lile kude kuhlwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abo bachukumisa nantoni ibiphantsi kwakhe, boba ziinqambi, bahlwise; lowo uyithwalayo, wozihlamba iingubo zakhe, ahlambe emanzini, abe yinqambi, ahlwise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abo bachukumisa nantoni ibiphantsi kwakhe, boba ziinqambi, bahlwise;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu othe wachukumisa nantoni na ebithe yahlala phezu kwayo loo ndoda inomlaza, naye uyasuleleka de kutshone ilanga. Umntu othe waphatha into ebekuhleli kuyo loo ndoda kufuneka yena ahlambe impahla yakhe, ahlambe nomzimba, yaye usulelekile naye kude kutshone ilanga.