Leviticus 15:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Tetani nosapo luka‐Sirayeli, niti kulo: Indoda esukuba inegqita lipuma enyameni yayo, inco̔lile yona ngenxa yegqita layo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thethani koonyana bakaSirayeli, nithi kubo, Indoda ngendoda, xa ithe yanobhobhozo oluphuma enyameni yayo, iyinqambi ngobhobhozo lwayo olo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Xa kuthe kwavuza incindi enyameni yakhe, woba neentloni ngenxa yokuvuza kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
maze baxelele amaSirayeli ukuba xa kukho indoda evuza ububovu ngamaphambili, loo nto yenza *umlaza,