Leviticus 15:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba ucokisiwe egqiteni lake, uya kwandula azibalele imihla ibe sixe̔nxe, ati kamva abe ecokisekile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe wahlambuluka ekumpompozeni kwakhe, wozibalela imihla esixhenxe emveni koko, ahlambuluke ke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ukuba uhlambulukile ekuhambeni kwakhe, wozibalela imihla esixhenxe, aze emva koko ahlambuluke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akupheza ukuhlamba kufuneka loo mfazi alinde iintsuku zibe sixhenxe, aze ke ahlambuluke.