Leviticus 15:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oku kwoba kukunco̔la kwayo ngenxa yegqita layo: nokuba inyama yayo iyavuza igqita layo, nokuba inyama yayo ivingciwe ligqita layo, kukunco̔la kwayo oko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Boba bobu ubunqambi bayo ekubhobhozeni kwayo; nokuba inyama yayo iyachiza ukubhobhoza kwayo, nokuba inyama iyakuvingca ukubhobhoza kwayo, bubunqambi bayo obo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Boba bobu ubunqambi bakhe ekumpompozeni kwakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nokuba ukuvuza oko kuhlala kukho, okanye kumana kunqamka.