Leviticus 15:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Niya kwenje njalo ukwahlukanisa usapo luka‐Sirayeli ekunco̔leni kwalo; luze lungabubi ngokunco̔la kwalo, lwakunco̔lisa itabanakele yam epakati kwalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nize nibakhwelelise ke oonyana bakaSirayeli ebunqambini babo; bangafeli ebunqambini babo, ngokuwenza inqambi umnquba wam ophakathi kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wobahlula ke oonyana bakaSirayeli ebunqambini babo; hleze bafe ngezono zabo, ngokuwenza inqambi umnquba wam ophakathi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wathi kuMosis: “Wakhwebule amaSirayeli kwiimeko ezibangela umlaza, ukuze angasixabheli isibingelelo sam esisembindini welali, hleze afe.”