Leviticus 15:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yonke imandlalo, alele pezu kwayo lowo unegqita, inco̔lile; nazo zonke izinto, ahleli pezu kwazo, zinco̔lile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sonke isilili alala kuso lowo ubhobhozayo soba yinqambi, nempahla yonke ahlala kuyo yoba yinqambi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke izilili alala kuzo umntu ovuzayo zoba ziinqambi; nento yonke asukuba ehlala phezu kwayo, yoba yinqambi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umandlalo ethi ihlale okanye ilale phezu kwawo, nawo uyasuleleka ngumlaza.