Leviticus 16:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngomhla lowo umperisite eya kunenzela uxoliso, ukuba nicokiswe, nize nibe nicokisekile kuzo zonke izono zenu ebusweni bukayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ngaloo mhla uya kunicamagushela, ukuba anihlambulule, nihlambuluke ezonweni zenu zonke phambi koYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umbingeleli uya kunicamagushela ngaloo mini, ukuba anihlambulule, nihlanjwe ezonweni zenu zonke phambi koYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo mini makucanyagushwe, khon' ukuze bangabi nasono *kuNdikhoyo.