Leviticus 17:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ubomi benyama busegazini; kukona ndininikile lona pezu kwesibingelo, kuze kwenzelwe imipefumlo yenu uxoliso: ngokuba lilo igazi eliwenzela umpefumlo uxoliso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umphefumlo wenyama usegazini wona. Mna ndaninika lona esibingelelweni, ukuba kucanyagushelwe imiphefumlo yenu; kuba igazi eli licamagusha ngomphefumlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba umphefumlo wenyama usegazini wona. Mna ndaninika lona esibingelelweni, ukuba kucanyagushelwe imiphefumlo yenu; ngokuba ligazi elenza buthathaka umphefumlo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Igazi bubomi bayo nayiphi na into ephilayo. Yiyo ke loo nto uNdikhoyo ayalela ukuba kungxengxezelwe ngalo izono zabantu eqongeni. Igazi libubomi, licamagushela izono.