Leviticus 17:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba akazihlanzi, nokuba akahlambi inyama yake, uya kutwala inkohlakalo yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba akathanga azihlambe, akawuhlamba umzimba wakhe, wobuthwala ubugwenxa bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke akathanga azihlambe, akawuhlamba umzimba wakhe; uya kubuthwala khona ubugwenxa bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba akayenzi loo nto, aze aqonde ukuba isala-kutyelwa sibona ngolophu.