Leviticus 17:4 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanti akayizisi elucangweni lwentente yentlangano, ukuba kunikelwe umnikelo kuyehova pambi kwayo itabanakele kayehova; igazi liya kubalelwa lowamntu; igazi ulipalazile; kanjalo uya kunqanyulwa lowamntu ebantwini bake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
angayizisi emnyango wentente yokuhlangana, ukuba isondezwe ibe ngumsondezo kuYehova phambi komnquba kaYehova: igazi lobalelwa kuloo mntu; aphalaze igazi; wonqanyulwa loo mntu, angabikho phakathi kwabantu bakowabo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ungayizisi emnyango wentente yokuhlangana, ukuba usondeze umbingelelo kuYehova phambi kwentente kaYehova; igazi lobalelwa endodeni; uphalaze igazi; loo mphefumlo wonqanyulwa, ungabikho ebantwini bakowawo;