Leviticus 17:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kuti kulo: Umntu osukuba engowendlu ka‐Sirayeli, nosukuba engowasemzini opambukeleyo pakati kwenu, oya kunikela ngedini lokutshiswa, umhlaumbi ngombingo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wothi kubo, Umntu ngomntu wendlu kaSirayeli, nowakubaphambukeli abaphambukele phakathi kwenu, osukuba enyusa idini elinyukayo, nokuba ngumbingelelo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze uthi kubo, Bonke bendlu kaSirayeli, nokuba ziintlanga eziphambukele phakathi kwenu, osukuba enyusa idini elinyukayo, nombingelelo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UmSirayeli okanye umngeneleli othe wenzela uNdikhoyo idini elitshiswayo, okanye naliphi na elinye idini,