Leviticus 17:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanti akalizisi elucangweni lwentente yentlangano, ukuba lenzelwe uyehova; lowamntu wonqanyulwa ebantwini bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
angalizisi emnyango wentente yokuhlangana, ukuba alinikele kuYehova: wonqanyulwa loo mntu, angabikho phakathi kwabantu bakowabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uze ungalizisi emnyango wentente yokuhlangana, ukuba ulinikele kuYehova; kwanaloo mphefumlo wonqanyulwa, ungabikho ebantwini bakowawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ongalenzelanga uNdikhoyo ngasesangweni lesibingelelo, loo mntu kufuneka asikwe ebantwini bakaThixo.