Leviticus 18:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubuzé bodade wonyoko akuyi kubutyila: ngokuba yena esisalamane sonyoko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubuze bonyokokazi uze ungabutyhili: kuba yinyama yonyoko leyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze ungalityhili ihlazo lonyokokazi, ngokuba yinyama yonyoko leyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
okanye unyokokazi.