Leviticus 18:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubuzé bomolokazana wako akuyi kubutyila: ngumfazi wonyana wako yena; akuyi kutyila ubuzé bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubuze bomolokazana wakho uze ungabutyhili: ngumka nyana wakho lowo; uze ungabutyhili ubuze bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukulityhila ihlazo lomolokazana wakho; ngumfazi wonyana wakho lowo; musa ukulibhengeza ihlazo lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungaze uhlangane nomolokazana wakho,