Leviticus 18:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kulala nomfazi wommelwane wako ngokulalela inzalo, ukuba unco̔lelwe nguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungamlali umfazi wommelwane, ukuba uzenze inqambi ngaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphezu koko, uze ungalali nomfazi wedlelane lakho ukuze ukwenze inqambi ngaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungaze uhlangane nomfazi wenye indoda, kuba linyala loo nto.