Leviticus 18:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo akuyi kulala nasinye isilo, ukuba unco̔lelwe siso: nomfazi makangemi ebusweni besilo, kuze kulalwe pantsi kuso: yinto ebugeza le.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungalali nanye into ezitho zine, ukuba uzenze inqambi ngayo; inkazana mayingazimisi phambi kwento ezitho zine, ukuze izekwe yiyo: kukuzingcolisa oko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nize ningalali nanye into ezitho zine, ukuba niyenze inqambi; inkazana mayingami ecaleni kwento ezitho zine, ukuze izekwe phezu kwayo; bubugqwirha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makungabikho ndoda okanye umfazi ohlangana nesilwanyana; loo ntlondi ilisikizi.