Leviticus 18:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ize ningazinco̔lisi nganye yezi zinto: ngokuba zinco̔lelwe zizo zonke ezi zinto izizwe endiza kuzigxota pambi kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukuzenza iinqambi ngezo nto zonke; kuba zenziwa iinqambi ngezo nto zonke iintlanga endizigxothayo ebusweni benu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukuzenza iinqambi ngezo nto zonke, kuba zenziwa iinqambi ngezo nto zonke iintlanga endizigqogqayo ebusweni benu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ze ningazingcolisi ngezi ntlondi, kuba iintlanga zazixabhela ngenxa yezi zinto. Nditsho iintlanga ezazimi kulo mhlaba, ezi ngoku mna Ndikhoyo ndizikhuphayo kuwo ukuze kuhlale nina.