Leviticus 18:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Linco̔lile ilizwe nalo; ngako ndiyohlwayela inkohlakalo yalo pezu kwalo, nelizwe lona liyahlanza abemi balo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lenziwe inqambi nelizwe elo; ndiyabuvelela ubugwenxa babo phezu kwabo, nelizwe liyabahlanza abemi balo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nehlabathi lingcolile; ke ngoko ndiya kubuvelela ubugwenxa babo, kwaye umhlaba uya kubatyhila abo bahleli kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iintlondi zazo zada zaxabhela nomhlaba lo, ngoku ke ndiwenze ukuba ubabukule abantu ababewumile.