Leviticus 18:27 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(ngokuba zonke ezizinto zibuntshontsho bezenzile abantu belozwe, ababepambili kuni; kukona ilizwe linco̔lile:)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba onke loo masikizi bawenzile abantu belo zwe abaphambi kwenu, lenziwa inqambi ilizwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba abantu belizwe ababekho phambi kwenu bawenza onke la masikizi, lenziwa inqambi ilizwe;