Leviticus 18:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bonke abaya kwenza enye kuzo zonke ezi zinto zibuntshontsho, kwa imipefumlo eyenza ngazo yonqanyulwa pakati kwabantu bayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba bonke abasukuba besenza nalinye kuloo masikizi, imiphefumlo elenzayo yonqanyulwa, ingabikho phakathi kwabantu bakowayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bonke abasukuba besenza nalinye kuloo masikizi, oomoya abazenzayo ezo zinto, bonqanyulwa, bangabikho phakathi kwabantu bakowawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yazini ukuba uyasikwa ebantwini bakaNdikhoyo nabani na owenza la masikizi.”