Leviticus 18:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokwenza kwelizwe le‐Jipete, enibe nimi kulo, aniyi kwenza; nanjengokwenza kwelizwe le‐Kanane, apo ndinizisa kona, aniyi kwenza; kanjako ngemimiso yabo aniyi kuhamba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize ningenzi ngokokwenza kwelizwe laseYiputa, enibe nihleli kulo; ize ningenzi ngokokwenza kwelizwe lakwaKanan, endinisa kulo, ningahambi ngokwemimiselo yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ize ningenzi ngokokwenza kwelizwe laseYiputa, enihleli kulo; ze ningenzi ngokwemisebenzi yelizwe lakwaKanan, endinisa kulo; ningahambi ngemimiselo yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sanukulandela imikhwa yabantu baseJiputa, apho benifudula nihlala khona, okanye eyabantu baseKanana, apho ndinisa khona ngoku.