Leviticus 18:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kusondela namnye umntu kosukuba esisalamane senyama yake, ukuza kutyila ubuzé bake: mna ndi nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umntu ngomntu aze angasondeli nakwinye inyama yenyama yakhe, ukuba atyhile ubuze bayo: ndinguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makungabikho namnye kuni usondelayo kummelwane wakhe, ukuze atyhile ihlazo lakhe; NdinguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo ke wawisa le mithetho: “Makungabikho ndoda ihlangana nomntu ezalana naye.