Leviticus 19:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kumtiya umzalwana wako entliziyweni yako; uya kukutala ukumohlwaya ummelwane wako, uze ungatwali ngenxa yake isono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho; kanye womohlwaya ummelwane wakho, ungazithwalisi sono ngenxa yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukubathiya umzalwana wakho entliziyweni yakho; nokuba ungade umkhalimele ummelwane wakho, ungazithwalisi sono kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nize ningabi nanqala mntwini. Mkhalimele umntu owonayo, hleze nawe ube netyala.