Leviticus 19:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ngomnyaka wesine sonke isiqa̔mo sayo soba yinto eyingcwele yokumdumisa uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngowesine umnyaka, zonke iziqhamo zayo zoba ngumnikelo ongcwele wendumiso kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ngonyaka wesine zonke iziqhamo zayo ziya kuba ngcwele ukuze kudumise uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kunyaka wesine zonke iziqhamo mazinikelwe kum, mna Ndikhoyo, zibe ngumnikelo wombulelo.