Leviticus 2:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nayo yonke iminikelo yomnikelo wokudla wako uya kumvumvuzela yona ngetyuwa; kanjako akuyi kupelisa ityuwa yocebano lwotixo wako kuwo umnikelo wokudla wako: yonke iminikelo yako uya kuyinikela inetyuwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yonke imisondezo eyiminikelo yakho yokudla woyigalela ityuwa; uze umgavumi ukuba isweleke ityuwa yomnqophiso woThixo wakho eminikelweni yakho yokudla. Imisondezo yakho yonke woyisondeza inetyuwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wonke umnikelo wokudla wokudla, ufefa ityuwa ngetyuwa; ize ingasweli ityuwa yomnqophiso woThixo wakho emnikelweni wakho wokudla; zonke izipho zakho wozisa ityuwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ityiwa mayigalelwe kuwo wonke umnikelo wokutya, kuba kaloku ityiwa yalatha umnqophiso ophakathi kwenu noThixo. Ke ngoko yonke iminikelo mayigalelwe ityiwa.