Leviticus 20:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni indoda iya kulala nomolokazana wayo, baya kufiswa ngenyaniso bobabini: benze into ebugeza; igazi labo loba pezu kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda esukuba imlala umolokazana wayo, mababulawe bafe bobabini; bazingcolisile; amagazi abo makabe phezu kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indoda esukuba imlala umolokazana wayo, mababulawe bafe bobabini; bazingcolisile; amagazi abo abe phezu kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indoda ethatha isondo kumolokazana wayo kufuneka ibulawe kunye naloo molokazana wayo. Benze inyala kaloku; ke ngabo ngenkqu unobangela wokufa kwabo.