Leviticus 20:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni indoda iya kulala n enye indoda, njengokuba kulalwa nomfazi, wona ayenzile intshontsho omabini: aya kufiswa ngenyaniso; igazi lawo loba pezu kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda esukuba iyilala indoda njengokuba kulalwa umfazi, abo benze amasikizi: mababulawa bafe bobabini; amagazi abo makabe phezu kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indoda esukuba iyilala indoda njengokuba kulalwa umfazi, abo benze amasikizi bobabini; mababulawe okunene; amagazi abo abe phezu kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indoda elala nenye yenza inyala kunye naloo ndoda ilala nayo. Mababulawe bobabini; yaye ityala lokubulawa kwabo likubo.