Leviticus 20:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni indoda iya kulala nesilo, iya kufiswa ngenyaniso: nesilo niya kusibulala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda esukuba ilala into ezitho zine, mayibulawe ife;naloo nto izitho zine niyibulale.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indoda esukuba ilala inkomo, mayibulawe ife; nixhele inkomo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu owenza amanyala kunye nesilwanyana kufuneka abulawe kunye neso silwanyana.