Leviticus 20:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako ubuzé bodade kanyoko, nobodade kayihlo, akuyi kubutyila: ngokuba owenje njalo ehlubulule isalamane sake: baya kutwala inkohlakalo yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubuze bonyokokazi nobodada boyihlo uza ungabutyhili, ngokuba uyenza ibe ze inyama yakhe; bobuthwala ubugwenxa babo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ihlazo lonyokokazi nodade boyihlo uze ungalityhili, ngokuba umtyhilile ummelwane wakho; bobuthwala ubugwenxa babo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Indoda mayingaceli isondo kudade boyise okanye kudade bonina; yakwenjenjalo yenza inyala elingumbulo kunye naye; bobabini banetyala.