Leviticus 20:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni indoda iya kuzeka umfazi womninawe wayo, kuyinto enco̔lileyo oko: ubuzé bomninawe wayo ibutyilile; boba bengenabantwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda esukuba izeka umfazi womntakayise, yinto engcolileyo leyo: ityhila ubuze bomntakayise; abayi kuba namntwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indoda esukuba izeka umfazi womntakayise, iyinqambi; ulibhekile ihlazo lomzalwana wakhe; baya kufuna abantwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indoda ethatha umka-mntakwayo yenza amanyala; ayiyi kuba nanzala, naloo mfazi akayi kuzala; baya kufa benjalo. Kaloku indoda leyo imnyelisile umntakwabo.