Leviticus 20:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Gcinani ngoko yonke imimiso yam, nazo zonke izigwebo zam, nizenze; lize linganihlanzi elozwe, apo ndinizisa kona ukuba nihlale kulo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize niyigcina imimiselo yam yonke, namasiko am onke, niwenze, ukuze linganihlanzi ilizwe elo ndinisa kulo ukuba nihlale kulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ize niyigcine ke imithetho yam yonke, namasiko am onke, niwenze, ukuze linganihlanzi ilizwe elo ndinisa kulo ukuba nihlale kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ze niyigcine imimiselo nemithetho yam,” waqhuba watsho uNdikhoyo, “khon' ukuze ilizwe laseKanana, endinisa kulo, linganibukuli.