Leviticus 20:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noba ngabangcwele kum, ngokuba ndingcwele mna Yehoya; kungoko endinahlulile kw abanye abantu, ukuze nibe ngabam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize nibe ngcwele kum, ngokuba ndiyiNgcwele, mna Yehova;ndanahlula kwezinye izizwe, ukuba nibe ngabam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niya kuba ngcwele kum, ngokuba mna, Yehova, ndingcwele, ndanahlula kwezinye iintlanga, ukuze nibe ngabam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kufuneka nizahlulele mna, nibe ngabam ndedwa, kuba kaloku ndim Ndikhoyo uThixo wenu, ndaye mna ndahlukile. Ndanahlula kwezi ntlanga, ukuze nina nibe ngabam ndedwa.