Leviticus 20:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
sendiya kubeka ubuso bam ngakuye lowamntu, nangakuso isizalwane sake, ndize ndimnqamle yena, nabo bonke abaṙexezela emva kwake, ukuya kuṙexezela emva kwo‐Moleke, pakati kwabantu babo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
mna ndomchasa loo mntu nemizalwane yakhe, ndimnqamle, nabo bonke abahenyuza ngokumlandela, behenyuzela ukumlandela uMoleki, bangabikho phakathi kwabantu bakowabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke mna ndiya kumchasa loo mntu nakwintsapho yakhe ndize ndimtshabalalise yena nabo bonke abahenyuza emva kwakhe ngokukrexeza noMoleki phakathi kwabantu bakowabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
mna okokwam ndomsukela loo mntu, kunye nendlu yakhe, kwakunye nabo bonke abazibandakanya naye ekungathembekeni kum banqule uMoleki. Ndobasika kubantu bam abo bantu.