Leviticus 20:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zingcwaliseni ngoko, nibe ngabangcwele: ngokuba mna ndi nguyehova, utixo wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize nizingcwalise nibe ngcwele, ngokuba ndinguYehova, uThixo wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zingcwaliseni nibe ngcwele, ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hlalani nizahlulele mna, nibe ngcwele, kuba kaloku ndinguNdikhoyo uThixo wenu.