Leviticus 21:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akayi kupuma endaweni eyingcwele, aze angayidyobi eyingcwele indawo yotixo wake; ngokuba ikrone yeoli yokutambisa yotixo wake ipezu kwake: mna ndi nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makangaphumi engcweleni, angayihlambeli ingcwele yoThixo wakhe; ngokuba ukwahlula kweoli yokuthambisa yoThixo wakhe kuphezu kwakhe: ndinguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makangaphumi engcweleni, angayihlambeli ingcwele yoThixo wakhe; ngokuba isithsaba seoli yokuthambisa yoThixo wakhe siphezu kwakhe: ndinguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makangaphumi *esibingelelweni sikaThixo wakhe okanye asixabhele, kuba wahlulelwe uThixo wakhe ngokuthanjiswa ngamafutha. Ndim uNdikhoyo.