Leviticus 21:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba engasayi kusondela namnye umntu ekukuye isonakalo: oyimfama, umhlaumbi osisiqwala, umhlaumbi ompumlo ibenileyo, umhlaumbi onendawo ekulelweyo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ze kungasondeli nanye indoda, xa sukuba inesiphako: indoda eyimfama, nesiqhwala, nelinyaziweyo ebusweni, nesilima,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makungasondeli nabani na onesiphako: imfama, nesiqhwala, nonempumlo, nokuba yiyiphi na into embi, makangasondeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makungabikho mntu unesiphako oya kusondeza iminikelo: makungabikho mfama, siqhwala, mntu ulimeleyo okanye usisilima,