Leviticus 21:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kupela ngenxa yesalamane sake esikufupi kuye, ngenxa yonina, nangenxa yoyise, nangenxa yonyana wake, nangenxa yentombi yake, nangenxa yomninawe wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungaba ngenxa yenyama yakhe ekufuphi kuya yodwa: unina noyisa, nonyana wakhe, nentombi, yakhe, nomzalwana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ngenxa yendlu yakhe ekufuphi kuye, ngonina, noyise, nonyana wakhe, nentombi yakhe, nomzalwana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ngele kokuba loo mntu ubhubhileyo ngunina okanye nguyise, nokuba ngunyana wakhe okanye intombi yakhe, umntakwabo