Leviticus 21:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa kulo ikuselo akayi kuza, nakuso isibingelo akayi kusondela, ngenxa yokuba isonakalo sikuye; ukuze angazidyobi indawo zam ezingcwele: ngokuba mna ndi nguyehova obangcwalisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa mayingezi emkhusaneni, ingasondeli nasesibingelelweni, ngokuba inesiphako; ukuze ingayihlambeli ingcwela yam; ngokuba ndinguYehova obangcwalisayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ize ingangeni ngekhuselo, ingasondeli nesibingelelo, ngokuba inesiphako; ukuze angazihlambeli iingcwele zam, ngokuba ndinguYehova obangcwalisayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa ngenxa yesiphako anaso akufuneki asondele emkhusaneni okanye aye eqongeni. Akufuneki azixabhele ezi zinto zahlulelwe mna; kaloku ndinguNdikhoyo, ndim ozahlulelele zona.”