Leviticus 21:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abayi kwenza ubunqai pezu kwentloko zabo, nezincam zendevu zabo abayi kuzigugula, nasenyameni yabo abayi kugebula izigebu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize bangenzi mpandla entlokweni yabo, bangaliguyi icala leendevu zabo, bangayicenti inyama yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mabangazichebi iintloko zabo, bangazichebi iincam zeendevu zabo, bangayichebi imizimba yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Makungabikho mbingeleli ucheba intloko, okanye aphungule iindevu, okanye avambe enze neentlanga emzimbeni, ebonakalisa ukuba uzilile.