Leviticus 21:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inkazana eyingnawokazi umhlaumbi edyojiweyo abayi kuyizeka, nomfazi olahliweyo yindoda yake abayi kumzeka kanjalo: ngokuba umperisite eyingcwele kutixo wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makangazeki mfazi ulihenyukazi, nohlanjelwayo; angazeki mfazi waliweyo yindoda yakhe; ngokuba ungcwele kuThixo wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makangazeki mfazi ulihenyukazi, nolihenyukazi; nowaliweyo makangazizeki, ngokuba ungcwele kuThixo wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umbingeleli akayi kuyitshata intombi eyoniweyo, okanye ebilihenyukazi, okanye umfazi oqhawule umtshato, kuba kaloku yena wahlulelwe uThixo.