Leviticus 21:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako uya kumngcwalisa; ngokuba enikela ukutya kwotixo wako: woba ngcwele kuwe; ngokuba ndingcwele mna Yehova, oningcwalisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze umngcwalise ke; kuba esondeza ukudla koThixo wakho;woba ngcwele kuwe, ngokuba ndingcwele, mna Yehova uningcwalisayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke mngcwalise; ngokuba nguye ovelisa isonka soThixo wakho; woba ngcwele kuni; ngokuba ndingcwele mna, Yehova uningcwalisayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mhloneleni kuba engumntu owahlukileyo; kuba kaloku yena unikela amadini kuThixo wenu. Kaloku ndinguNdikhoyo, ndaye mna ndahlukile, ndibahlulela mna abantu bam.