Leviticus 22:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
baze balutwese inkohlakalo yetyala, lwakuzidla izinto zalo ezingcwele: ngokuba mna ndi nguyehova olungcwalisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
babathwalise ubugwenxa betyala ekudleni kwabo izinto zabo ezingcwele: ngokuba ndinguYehova obangcwalisayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okanye banokuthwala izipho zabo ezingcwele kwaye bathwale inkohlakalo yesono; kuba mna, Yehova, ndibangcwalisayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ngokukunika abantu abangenalo ilungelo lokukutya. Loo nto kaloku imenzela ityala loo mntu, imzisele nesohlwayo. NdinguNdikhoyo kaloku; ndim ozahlulele ababingeleli.”