Leviticus 22:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
makunikelwe ngentando yenu inkunzi emsulwa pakati kwenkomo, pakati kwegusha, umhlaumbi pakati kwebokwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wothi, ukuze unikholekise, ube liduna eligqibeleleyo lasezinkomeni, nokuba lelasezigusheni, nelasezibhokhweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Woyixhela inkunzi egqibeleleyo, inkomo, negusha, nebhokhwe, ngokuthanda kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
loo nto yokuxhelelwa idini kufuneka ingabi nasiphako. Ukuze loo nkomo, gusha okanye bhokhwe yokwenza idini yamkeleke, kufuneka ibe liduna, ingabi nasiphako.