Leviticus 22:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zonke ekukuzo isonakalo, aniyi kunikela ngazo; ngokuba zingayi kuba nakunibukelwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izinto zonke ezinesiphako ize ningazisondezi, ngokuba azisayi kunikholekisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uze ungayibingeleli ngesepha, kuba ayisayi kwamkeleka kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa loo nto ithe yanesiphako, ayikwamkeleka.