Leviticus 22:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti inkomo, umhlaumbi igusha, enendawo ekulelweyo umhlaumbi efinyeleyo, leyo ungawenza ngayo umnikelo wesisa; kodwa ukuba ibe sisibambiso ayiyi kukoleleka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inkomo negusha enendawo eyolukileyo, neshwabeneyo, ungayenza umbingelelo wokuqhutywa yintliziyo; ke ayiyi kukholekisa ukuba ingowesibhambathiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nenkomo negusha enendawo eyolukileyo, neshwabeneyo, ungayenza umbingelelo wokuqhutywa yintliziyo; kodwa ngenxa yokuzinikela akuyi kwamkelwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu owenza idini ngokuqhutywa yintliziyo anganikela ngenkomo okanye igusha engakhulanga okanye engamilanga kakuhle, kodwa ayinakwamkeleka xa ngaba uyinikela ukuzalisekisa isithembiso asenzileyo.