Leviticus 22:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa ngomhla lowo uya kudliwa; aniyi kusalisa nto kuwo kude kuse: mna ndi nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wodliwa kwangaloo mhla, ningashiyi nto kuwo kude kuse:ndinguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wodliwa kwangaloo mini; ungashiyi nto kuyo kude kuse. NdinguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ze nilitye liphele kwangaloo mini, ningashiyeli ingomso. Kutsho mna Ndikhoyo.