Leviticus 22:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Owakuyo inzalo ka‐Arone osukuba elileperi, umhlaumbi engonegqita, yena akayi kuzidla izinto ezingcwele, ade abe ecokisekile. Kanjako ocukumisayo enye into enco̔lileyo ngomzimba ofileyo, umhlaumbi indoda ekupuma kuyo imbewu yokulala;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umntu ngomntu ongowembewu ka-Aron, oneqhenqa, nobhobhozayo, makangazidli izinto ezingcwele, ade ahlambuluke. Nalowo umchukumisayo wonke ubani oyinqambi ngofileyo, nendoda esukuba incola;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngamnye koonyana baka-Aron uneqhenqa okanye uthunjana oluvuzayo; makangazidli izinto ezingcwele, ade ahlambuluke. Nabani na ochukumise into eyinqambi ngofileyo, nomntu ongowembewu yakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Makungabikho namnye kwinzala ka-Aron othe, lo gama anesifo esisulelayo solusu okanye evuza ubovu, atye kwiminikelo eyahlulelwe mna de abe uhlanjululwe umlaza. Umbingeleli nawuphi na uba nomlaza xa athe wachukumisa nantoni na ethe yagudlana nesidumbu, okanye yena uzingcolise ngokuzichamela ngobudoda,